Isaiah 36:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku, kungapandle kwoyehova na endinyukile ngakulo elilizwe, ndize ndilitshabalalise? Uyehova ute kum: Nyuka ngakulo elilizwe, ulitshabalalise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokunje ndinyuke ndeza kulonakalisa eli lizwe, ndingenaye uYehova, yini na? UYehova uthe kum, Nyuka uye kweli lizwe, ulonakalise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye ngoku ndiliphakamisile eli hlabathi ngaphandle kukaYehova ukuba ndilitshabalalise? uYehova uthe kum, Nyuka uye kweli lizwe, ulonakalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade ke, uthi ndifane ndeza kuhlasela ukuze nditshabalalise ndibhuqe konke apha ndingayalelwanga nguNdikhoyo? Hayi, nguNdikhoyo ngokwakhe othe mandingene apha, ndilitshabalalise eli lizwe!’ ”