Isaiah 36:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngobanina pakati kwabo bonke otixo bamazwe lawo, abalisindisileyo ilizwe labo esandleni sam, ukuba uyehova ayisindise i‐Yerusaleme esandleni sam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe olihlanguleyo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na koothixo bonke bala mazwe owalihlangulayo ilizwe lakhe esandleni sam, ukuze uYehova ayisindise iYerusalem esandleni sam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguwuphi kwaba thixo bezi zizwe xa bebonke owakha wanako ukuhlangula ilizwe esandleni sam? Ke, uNdikhoyo lowo yena angayihlangula njani iJerusalem esandleni sam?”