Isaiah 36:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko bebesiti cwaka, bengampendulanga nangazwi; ngokuba umyalelo wokumkani ubungowokuti: Aniyi kumpendula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi tu, abamphendula nazwi; ngokuba umthetho wokumkani wona ubusithi, Nize ningamphenduli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi cwaka ke, abamphendula nelizwi elinye; ngokuba umthetho wokumkani ubusithi, Musani ukumphendula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke bona abantu abo bathula bathi cwaka, abaphendula, kuba kaloku ukumkani uHezekiya wayebayalile wathi: “Ze ningamphenduli.”