Isaiah 36:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwapumela kuye u‐Eliyakime unyana ka‐Hilikiya, obepezu kwendlu, no‐Shibena umba̔li, no‐Jowahi unyana ka‐Safa umkumbuzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma kwaya kuye uEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma waya kuye uEliyakim unyana kaHilekiya umgcini wendlu noShebhena unobhala noYowaki unyana ka-Asafu umphathi wenkundla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yahlangatyezwa nguEliyakim unyana kaHilekiya umaqhuzu wakomkhulu, noShebhena unobhala wenkundla, ndawonye noJowa unyana ka-Asafu usiba-khulu.