Isaiah 37:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Hezekiya eyamkela incwadi leyo esandleni sezigidimi, wayilesesha, wenyuka waya endlwini kayehova; waza u‐Hezekiya wayaneka ebusweni bukayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawathabatha uHezekiya amaphepha encwadi esandleni sabathunywa, wawafunda; wenyuka waya endlwini kaYehova, wayaneka uHezekiya phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawathabatha uHezekiya amaphepha encwadi esandleni sabathunywa, wawafunda; yaye uHezekiya wenyuka waya endlwini kaYehova waza wayivula phambi koYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezo zigidimi zamnika loo leta uHezekiya, waza ke yena wayifunda wayithatha waya nayo endlwini *kaNdikhoyo, wafika wayandlala phambi koNdikhoyo.