Isaiah 37:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kukusela isixeko esi, ndisisindise, ngenxa yokwam, nangenxa ka‐Davide isicaka sam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwukhusela lo mzi, ndiwusindise ngenxa yam, nangenxa kaDavide, umkhonzi wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiya kuwukhusela lo mzi, ndiwusindise ngenxa yam, nangenxa kaDavide, umkhonzi wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kusihlanganisela esi sixeko; ewe, mna ndiya kusihlangula. Ngenxa yesidima segama lam, nangenxa yesicaka sam uDavide, yonke loo nto ndiya kuyenza.’ ”