Isaiah 37:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiva ngaye u‐Tiraka ukumkani we‐Tiyopiya, kusitwa: Upumile ukuza kulwa nawe. Wati akuva, watuma izigidimi ukuya ku‐Hezekiya, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva kusithiwa ngoTiraka ukumkani wakwaKushi, Uphumile esiza kulwa nawe. Weva ke, wathumela abathunywa kuHezekiya esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uTiraka, ukumkani wakwaKushi, wathi, Uphumile weza kulwa nawe. Wathi akukuva oko, wathumela abathunywa kuHezekiya, esithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uSenakeribhe wafumana udaba oluthi ukumkani uTiraka umKushe nanko ehlasela iAsiriya. Ngoko ke waphinda wathumela kuHezekiya esithi: