Isaiah 38:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndati: Andisayi kubona uyehova, uyehova emhlabeni wabahleliyo; andisayi kukangela abantu kanjako, pakati kwabemi belizwe elikoyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi, Andiyi kumbona uYa, uYa ezweni labaphilileyo;Andiyi kuba samkhangela umntu, ndikubemi belabangasekhoyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi, Andiyi kumbona uYehova, uYehova, ezweni labamvayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Besendisithi soze ndibe sambona apha *uNdikhoyo; besendimncamile kweli lizwe labaphilayo. Bendisithi ndahlukene noluntu mpela, kwanokuhamba-hamba kweli gada lomhlaba.