Isaiah 38:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nda zi tutuzela kwada kwasa; njengengo nyama, kwa njalo uyawapula onke amatambo am; kwa semini kude kube sebusuku uyandigqiba wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndazizolisa kwada kwasa; njengengonyama, wenjenjalo ukuwaphula onke amathambo am. Uya kundigqibela ngosuku olunye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi kwada kwasa, uya kuwaqhekeza onke amathambo am njengengonyama; Uya kundidlisa ubomi imini nobusuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bendizibamba ngeenkophe kude kuse; suka yena wandigramza njengengonyama. Imini nobusuku bendisithi kum iphelil' intw' ebithethwa.