Isaiah 38:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuti nina? njengokuba etshilo kum, wenje njalo yena: ndohamba kakuhle yonke iminyaka yam, ngenxa yobuṙaṙa bompefumlo wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndothini na ukubulela, ethethile nje kum, wenza nokwenza?Mandicothoze yonke iminyaka yam eya kuza phezu kobukrakra bomphefumlo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuthini na? wathetha nam, wayenza ngokwakhe; Ndiya kuyihamba kakuhle iminyaka yam, ndinomoya owaphukileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Yaz'ba ndingathetha ndithini na kodwa? Kuba lo ngumlomo wakho; ewe, oku kukwenza kwakho. Maxa onke ndohlala ndidakumbile ngenxa yokudandatheka komoya wam.