Isaiah 38:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nkosi! ngezi zinto bapila abantu; nangezi zinto zonke kuko ubomi bomoya wam; ngokuba undicacisile, wandenzela ukupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nkosi yam, babuya baphile zezo zinto abantu, Bukuzo kanye ubomi bomoya wam: Wondiphilisa ke, ndidlise ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nkosi yam, bubomi bomphefumlo wam; wondibuyisa ke, undiphilise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, Mhlekazi, kuphilwa ngolu hlobo; nomoya wam ngoku wanelisekile. Ndinyange nditsho ndibe ngumqaba-qaba, ngoko ke ndiphilele wena.