Isaiah 38:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Opilileyo, opilileyo, nguye oya kukudumisa, njengokuba ndisenje njalo mna namhla nje: uyise uya kubazisa abantwana inyaniso yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ophilileyo, ophilileyo nguye owokuncoma, njengam nje namhla. Uyise uya kukwazisa ukunyanisa kwakho koonyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo udla ubomi, lo udla ubomi, nguye oya kukudumisa, njengoko ndisenjenjalo namhla: ubawo uya kubazisa inyaniso yakho oonyana bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke abaphilayo ngabo abakudumisayo, njengokuba nam ndisenjenjalo namhlanje; ooyise bona bagqithisela kubantwana, bebaxelela ngokunyaniseka kwakho.