Isaiah 38:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku wabete u‐Yisaya: Mabatabate isimba lamakiwane, balibeke pezu kwetumba, waeya kupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uIsaya, mabathabathe isicumba samakhiwane, basibeke ethumbeni, ukuze aphile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi uIsaya, Mabathabathe isipha samakhiwane, bawafake njengodaka, niphiliswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uIsaya wayeyalele wathi: “Ithumba elo libekeleni ngentlama yomkhiwane, ukuze liphole, aphile umhlekazi.”