Isaiah 38:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabete no‐Hezekiya: Umqondiso uyinto nina wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kayehova?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uHezekiya, Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uHezekiya, Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHezekiya wabuza kuIsaya wathi: “Woba yintoni na umqondiso wokuba ndophinda ndibe nako ukuya endlwini kaNdikhoyo?”