Isaiah 38:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba̔la kuka‐Hezekiya ukumkani wo‐Juda, akuba ebesifa, waza wapila esifeni sake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbhalo kaHezekiya ukumkani wakwaYuda, oko ebesifa, waza waphila:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Into eyabhalwa nguHezekiya ukumkani wakwaYuda, xa wayesifa, wachacha ekufeni kwakhe:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku akuphila uHezekiya, ukumkani wakwaJuda, wenza lo mbongo: