Isaiah 39:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Hezekiya ku‐Yisaya: Lilungile ilizwi likayehova, elo ulitetileyo. Wati kanjako: Ngokuba kuya kubako uxolo nenyaniso emihleni yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova, olithethileyo. Wathi, Inene, kuya kubakho uxolo nozingiso ngeyam imihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo. Waqhubeka wathi: Kuba kuya kubakho uxolo nenyaniso ngemihla yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Eli lizwi likaNdikhoyo ulithethayo lifanelekile,” uphendule watsho uHezekiya. Kaloku wayesithi: “Noko kuya kubakho inzolo nokhuseleko ngemihla yokudla kwam ubomi.”