Isaiah 40:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kufanisa utixo nobanina ke? kanjako yiyipina imfano eniya kuyilinganisa naye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ningamfanekisa ke nabani na uThixo, ninxulumise mfanekiselo mni na naye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ningamfanekisa ke nabani na uThixo? okanye unokumfanisa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Angalinganiswa nabani na uThixo? Khona, angafanekiswa nantoni?