Isaiah 40:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Anazanga na? anivanga na? anixelelwanga na kwa sekuqaleni? aniqondanga na kwa sekusekweni kwomhlaba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anazi na? aniva na? anixelelwanga na kwasentloko?aniqondanga na kwasekusekweni kwehlabathi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beningazi na? Anivanga na? Anixelelwanga na kwasekuqaleni? Aniqondanga na na iziseko zehlabathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba anazi na? Ngaba zange nive na? Zange nixelelwe na kwamandulo? Anikuqaphelanga ukusekwa kwehlabathi?