Isaiah 40:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abafana bocubuka badinwe, namadodana agqibele ukuwa;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Namadodana angatyhafa adinwe, nabafana bakhubeke bawe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Namadodana adinwe atyhafe, amadodana akhubeke aphele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke nolutsha luyadinwa lutyhafe, abafana bakhubeke bawe,