Isaiah 40:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilizwi lati: Danduluka! Wayesiti: Ndiya kudanduluka nto nina? Lwonke uluntu luyinca, nabo bonke ubuhle balo bunjengembali yasendle;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi lothile lathi, Memeza. Wathi yena, Ndimemeze ntoni na? Yithi, Yonke inyama ibutyani, bonke ubuhle bayo bunjengentyantyambo yasendle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi lathi: Wowu. Anathi: Ndibize ntoni? Yonke inyama iyingca, bonke ubuhle bayo bunjengentyantyambo yasendle;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndeva ilizwi lisithi: “Suka udanduluke uthethe.” Ndibuze ndathi: “Ndithethe ndithini na?” “Yithi: ‘Bonke abantu banjengengca; ubomi babo bulingana nobeentyatyambo.