Isaiah 40:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inca iyoma, imbali iyabuna; kanti ilizwi lotixo wetu liya kuma kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ke lona ilizwi likaThixo wethu liya kuma ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ke lona ilizwi likaThixo wethu lithembekile ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingca iyatshaza, yona ke intyatyambo ibune, ke lona ilizwi loThixo wethu lohlala lihleli.’ ”