Isaiah 41:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ungoyiki, ngokuba ndinawe mna; ungabi navuso, ngokuba ndi ngutixo wako; ndiya kukwomeleza; ewe, ndiya kukunceda; ewe, ndokuxasa ngesokunene isandla sam esilungileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
musa ukoyika, kuba ndinawe mna; musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho; ndikukhaliphisile, ewe, ndikuncedile, ndikuxhasile ngesandla sam sokunene sobulungisa bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukoyika; ngokuba ndinani; sukoyika; ngokuba nguThixo wenu; Ndiya kukomeleza; ewe, ndiya kukunceda; ewe, ndiya kukuxhasa ngesandla sam sokunene sobulungisa bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndinawe, sukoyika; ndinguThixo wakho, sukuphakuzela. Ndiza kukomeleza ndikusize, amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.