Isaiah 41:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, baya kudana, bamatiswe, bonke abebequmbile ngakuwe; boba njengokungento, babube, abo bapika nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, baya kudana bahlazeke bonke abavutha umsindo ngawe; aya kuba yinto engento, adake amadoda abambana nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, bonke abakusukelayo baya kusuka beneentloni, bedanile; nabo basukuzana nawe baya kutshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke bona abo bakusunduzayo baya kuhlaziswa; ewe, abakulwayo soze babe nto.