Isaiah 41:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wobafuna, kanti akuyi kubafumana, abo abebengxolisana nawe; boba njengokungento nokungendawo abo abebesilwa ngakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuwafuna, ungawafumani, amadoda aphikisana nawe; aya kuba yinto engento, engekhoyo, amadoda alwa nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuwafuna, ungawafumani amadoda alwa nawe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintshaba zakho uya kuzifuna, kambe ke sobe uzifumane. Abalwa nawe bophel' emehlweni.