Isaiah 41:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna Yehova ndi ngutixo wako, obambayo isandla sako sokunene; oti kuwe: Ungoyiki, ndokunceda ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba mna, Yehova Thixo wakho, ndiya kusibamba isandla sakho sokunene; ndingothi kuwe, Musa ukoyika, ndiya kukunceda mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba mna, Yehova Thixo wakho, ndiya kubamba ngesandla sakho sokunene, ndithi kuwe, Musa ukoyika; Ndiza kukunceda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho; ndokugcina ndikomeleze, ndithi kuwe: ‘Sukuphaphazela, ndiza kukunceda.’