Isaiah 41:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungoyiki, wena msundu Yakobi, nina bafo bo‐Sirayeli! ndokunceda, utsho uyehova, umkululi wako, oyingcwele ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukoyika, mbungu Yakobi, bantu bambalwa bakwaSirayeli;ndiya kukunceda mna; utsho uYehova, uMkhululi wakho oyiNgcwele kaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukoyika, mbungu Yakobi, nani madoda akwaSirayeli; ndiya kukunceda mna, utsho uYehova, uMkhululi wakho oyiNgcwele kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, mna Ndikhoyo ndithi: ‘Ubuthathak' unjalo, Yakobi, nimbalwa ninjalo, Sirayeli, kodwa sukoyika, ndiza kukusiza. Mna Yedwa, Thixo kaSirayeli, ndim okukhululayo.’