Isaiah 41:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba bendikangela, kanti akwabako namnye, kwa pakati kwabo aba, kanti akwabako umcebisi, ukuba ndibuze kubo, nokuba ba ndi nike impendulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndakhangela, akwabakho bani; nakwaba akwabakho bacebisi ndingababuzayo, baphendule ngelizwi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndabona, akwabakho bani; naphakathi kwabo bekungekho mcebisi uphendulayo, xa ndibabuzayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakuzikhangela ke izithixo ezo zonke ndifika zisik' umlomo, kungekho nasinye sinako ukundiphendula.