Isaiah 41:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina okusebenzileyo nokwenzileyo oku, ebiza izizukulwana kwa sekuqaleni? Ndim, uyehova, owokuqala kwa nowokupela, ndim onguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na okusebenzileyo wakwenza oko, obiza izizukulwana kwasentloko? Ndim, mna Yehova, ndingowokuqala; nakwabangasemva ndikwanguye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na owakwenzayo oku, owabiza izizukulwana kwasentloko? ndinguYehova, ingowokuqala, nowokugqibela; Nguye lowo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaz'ba ngubani na umphembi wale ntlekele? Ngubani owasimiselayo esi sishiqi? Mna *Ndikhoyo, yaba ndim kwasekuqaleni; ewe, yoba isendim nasekugqibeleni.”