Isaiah 41:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iziqiti zabona, zoyika ke; amancam omhlaba angcangcazela; asondela, eza ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iziqithi zabona zoyika, iziphelo zehlabathi zagubha, zasondela, zeza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iziqithi zakubona oko, zoyika; zagungqa iziphelo zehlabathi, zasondela, zemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iziqith' ezikude nazo zibonile; ewe, iziphelo zomhlaba zitsho zarhwaqela zangcangcazela. Nâzo ziqokelelana zisiza.