Isaiah 41:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ondikubambileyo kwa semancameni omhlaba, ndakubiza kwa sezipelweni zawo, nondite kuwe: Wena usisicaka sam; ndikuqashile, andiyi kukulahla:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
endakubambayo kwaseziphelweni zehlabathi, endakubizayo kwasemacaleni alo; endathi kuwe, Ungumkhonzi wam wena, ndikunyule, andikucekisile;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Endakubambayo kwaseziphelweni zehlabathi, endakubizayo phakathi kookumkani bakho, ndathi kuwe, Ungumkhonzi wam wena; Mna ndaninyula, andinilahlanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakulanda eziphelweni zehlabathi, ndakubiza kwiindawo ezisekudeni, ndaza ndathi: ‘Usisicaka sam.’ Andikubukulanga; ndakunyula.