Isaiah 42:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukade ndihleli nditi tu; ndite cwaka; ndizinyanzele: njengomfazi ozalayo ndiya kukala; ndopefumla ndibefule kwa kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kususela kwakude ndithe quthu, ndathi tu, ndazibamba;ngoku ndiya kubefuza njengozalayo, ndibe nephika, ndifuthe nokufutha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathula ixesha elide, ndathi tu; Ndathula ndaziphatha; ngoku, ndiya kukhala njengomfazi oneendevu; kwaoko ndiya kutshabalalisa, ndidle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uthethe wathi: “Kaloku sekumzuzu ndithe cwaka; suka ndadl' imu ndazibamba. Ngoku ke okomfazi osikwa yinimba ndozibhija-bhija ndide ndibhonge.