Isaiah 43:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa ungekabiko umhla, ndinguye; akuko ongahlangulayo esandleni sam; ndiya kusebenza, ngubanina ke oya kukunqanda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unanamhla ndinguye, akukho unokuhlangula esandleni sam;ndisebenza, ngubani na ke onokukubuyisa oko umva?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ewe, phambi kwamhla bendinaye; akukho bani unokuwuhlutha esandleni sam. Ndiza kusebenza, kwaye ngubani oya kukuvumela?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ewe, bendingokhoyo kwamandulo; akukho kuphuncuka esandleni sam; endikwenzayo akujikwa mntu.”