Isaiah 43:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa akubizanga kum, Yakobi! koko udiniwe ndim, Sirayeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akundinqulanga ke mna, Yakobi, ngokude uzixhamle ngam, Sirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akundinqulanga ke, Yakobi; kodwa wadinwa ndim, Sirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uthi: “Suka ke wena, Yakobi, akwandinqula; ewe, suka akwaziduba ngam, wena Sirayeli.