Isaiah 43:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndikumbuze; masipikisane kunye; teta wena, uze ugwetyelwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndikhumbuze, masimangalelane; misa intetho yakho, ukuze ugwetyelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndikhumbule; masilwe; shumayela, kwaye uya kugwetyelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiza ke undimangalele; yiza kaloku sixoxe, ukuze kucace onetyala.