Isaiah 44:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abazanga, abaqondanga kanjako; ngokuba kusindiwe amehlo abo, ukuba akangebone, n entliziyo zabo, ukuba azingeqiqe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ahazi, abaqondi; ngokuba avingciwe amehlo abo ukuba angaboni, ukuba iintliziyo zabo zingaqiqi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bebengazi, bengaqondi, ngokuba ebevingcile amehlo abo ukuba bangaboni; neentliziyo zabo, ukuze bangaqondi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu abanjalo ke zizititsi ezingayaziyo into eziyenzayo. Amehlo nengqondo yabo ivaleke mba; abayazi inyaniso.