Isaiah 44:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KUMBULA ezi zinto. Yakobi! no‐Sirayeli! ngokuba usisicaka sam wena: ndikudalile; usisicaka sam: Sirayeli! akusayi kulityalwa ndim.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khumbula ezo zinto, Yakobi, Sirayeli, ngokuba ungumkhonzi wam; ndikubumbile, ungumkhonzi kum; Sirayeli, akuyi kulityalwa ndim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khawuve oku, Yakobi, Sirayeli; ngokuba ungumkhonzi wam; Ndikudalile; ungumkhonzi wam; Sirayeli, akuyi kulityalwa ndim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Zikhumbule ezi zinto kaloku, Yakobi; kaloku wena usisicaka sam, Sirayeli. Ndakudalela ukuba ube sisicaka sam; ndaye ke andisoze ndikulibale.