Isaiah 44:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oti ngaye u‐Koreshe: Ngumalusi wam: uya kufeza yonke intando yam; kwa esiti ngayo i‐Yerusaleme: Iya kwakiwa; na ngayo itempile: Kwobekwa ukuseka kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uNdithi kuKoreshi, Ngumalusi wam, oya kukuzalisa konke ukuthanda kwam; athi kwiYerusalem, Mayakhiwe; nakwitempile, Mayisekwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owathi kuKoreshi, Ngumalusi wam lowo, oya kukufeza konke ukuthanda kwam; ndithi kwiYerusalem, Uya kubuyiswa; nakwitempile, Iziseko zakho ziya kuzinza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kuKoreshi ndithi: ‘Nguwe oza kundalusela; nguwe oza kufezekisa icebo lam. Wena uya kuyalela uthi: “Mayakhiwe iJerusalem.” Malunga nendlu kaThixo uya kuthi: “Mazimiswe iziseko zayo.” ’ ”