Isaiah 44:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abaya kuhluma njenga pakati kwenca, njengeminculuba ngasemilanjeni yamanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuhluma phakathi kotyani, njengemingculuba engasemisingeni yamanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuhluma njengengca, njengemingcunube ngasemijelweni yamanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iya kuhluma njengengca eludadeni, njengemingcunube phezu komlambo.