Isaiah 44:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ningoyiki, ningabi nakwetuka kanjalo; andikuvisanga kwa kudala na, ndaxela ke? Ngako nina ningamanqi̔na am. Kuko utixo ngapandle kwam na? okunene akuko ilityekazi limbi; andilazi nalinye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukunkwantya, ningajijitheki; andikuvisanga na kwanini, ndanixelela? Ningamangqina am. Kukho Thixo na, ingendim? Akukho liwa, andilazi mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukoyika nokoyika; namangqina am. Akukho Thixo na ingendim? ewe, akukho Thixo; Andinaluvo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sanukuphakuzela, musan' ukuxhalaba; kaloku ndatsho kwamandulo, unangoku ke. Kambe nina ningamangqina am. Ngaba kukho Thixo wumbi na? Ngaba likho na elinye iXhadi? Unotshe! Mna andizange ndilibone.”