Isaiah 46:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pulapulani kum, ndlu ka‐Yakobi, naso sonke isisalela sendlu ka‐Sirayeli! abatwelweyo kwa sesiswini, abafunqulweyo kwa sesizalweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phulaphulani kum, ndlu kaYakobi, nonke masalela endlu kaSirayeli, nina nabekwayo phezu kwam kwasesiswini, nina nathwalwayo ndim kwasesizalweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiphulaphuleni, ndlu kaYakobi, nani nonke masalela endlu kaSirayeli, nina nizelwe eluxolweni, nina bazelwe eluxombeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“I-i-i-nzwi ke wena, ndlu kaYakobi! Ndiphulaphuleni nina masalela endlu kaSirayeli, nina endanixhasa kwasekukhawulweni kwenu, ndaza ndanisingatha kwasekuzalweni kwenu.