Isaiah 46:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kundifanisa nobanina, ukuba nindilinganise naye? niya kundenza njengo banina, ukuba sifane?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ninokundifanisa, nindilinganise, nindinxulumise nabani na, ukuba sifane?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kundifanisa nabani na, Niya kundifanisa, nindifanise nabani na, ukuze sifane nathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kodwa-kodwa ndolinganiswa nabani? Ngubani na onjengam endinokufaniswa naye?