Isaiah 47:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, boba njengendiza; umlilo wobatshisa; abayi kuzikulula emandleni elangatye; akuyi kubako ilahle lokuba kufudunyezwe, n omlilo wokuba kuhlalwe pambi kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, basuke baba njengeendiza; umlilo ubatshisile;abanakuwuhlangula umphefumlo wabo emandleni elangatye; akukho lahle lakuzifudumeza, akukho mlilo kungahlalwa phambi kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, baya kuba njengeendiza; umlilo uya kubatshisa; abanako ukuzisindisa emandleni elangatye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bona baza kufana nemvuthuluka yengca, kuze kuthi gqi umlilo ubatshise. Sobe babe nako nokuzihlangula; amadangatye onqanqaza batsho bathi shuu! Kaloku lowo asinguwo umlilo wokothiwa.