Isaiah 47:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Boba njalo kuwe, abo usebenzile nabo, abatengelani bako, kwa sebutsheni bako; baya kubadula abanye ngabanye baye ecaleni labo: akuko namnye oya kukusindisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Boba njalo kuwe abo uzixhamle ngabo, ababerhwebelana nawe kwasebuncinaneni bakho; elowo uya kundwendwela ecaleni lakhe, kungabikho ukusindisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuba njalo nakuwe owawusebenza naye, abarhwebi bakho kwasebutsheni bakho; akukho bani uya kukuhlangula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usizo lwazo luphelel' apho ezo zazi zakho walunyulelwa kuzo. Zonke zophephetheka ngeendlela zazo, kube kungekho bani ungakuhlangulayo!”