Isaiah 47:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabusiti: Ndoba yinkosikazi kude kube ngunapakade; waza akwabekela ezi zinto intliziyo yako, akwakumbulela ukupela kwazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubusithi, Ndiya kuba yinkosikazi ngonaphakade; wada akwakunyamekela oko ngentliziyo, akwalikhumbula ikamva lakho oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndiya kuba ngumfazi ngonaphakade, ukuze ungazibekeli entliziyweni ezi zinto, ungalicingi ikamva labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubusithi wena woba sisimakade, uhlale uhleli uyikumkanikazi. Khange uzikhathaze nganto; khange uzidube nangokujonga isiphelo.