Isaiah 48:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izinto zangapambili ndazixela kwa kudala; zapuma emlonyeni wam, ndazivakalisa ke; ndazenza ngesiqupe, zeza kubako ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izinto zangaphambili ndazixela kwanini; zaphuma emlonyeni wam, ndazibonakalalisa; ndazenza ngesiquphe, zabakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izinto zokuqala ndazixela kwasekuqaleni; zaphuma emlonyeni wam, ndazibonisa; Ndenze ngokungacwangciswanga, kwaye kwenzeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kudala-dala ndatsho kwangonoquku; ewe, ndazixela izinto eziza kuhla, kamva ke ndatsho suka zenzeka njengoko.