Isaiah 48:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukaloku zidalwayo, kungekudala; ungekabiko umhla akuzivanga; hleze uti: Bona ke, bendizazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zidalwa ngoku, azidalwanga kwanini; ingekabikho le mini, ubungaziva; hleze uthi, Yabona, bendizazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zidalwa ngoku, azidalwanga kwasekuqaleni; akubavanga naphambi kwelanga; hleze uthi, Yabona, bendizazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ndiyidala ngoku; into enje zange yenzeke ngaphambili. Okanye ke ngowusithi ubuyazi kakade.