Isaiah 49:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuzenza zonke intaba zam zibe yindlela, nemendo yam iya kupakanyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuzenza zonke iintaba zam zibe ziindlela, uphakame umendo wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuzenza zonke iintaba zam zibe yindlela, umendo wam uphakame.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndogqobhoz' iintaba, ndivul' uhola, abantu bam ndibahlahlel' indlela.