Isaiah 49:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umfazi angamlibala na umntwana wake owanyayo, ukuba angabi nabubele ngakuye unyana wesizalo sake? Ewe, aba bangalibala, kanti mna andisayi kukulibala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umfazi angalulibala yini na usana lwakhe, ukuba angabi namfesane kunyana wesizalo sakhe? Nokuba oonina abo bathe balibala, andiyi kukulibala mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umfazi angalulibala yini na usana lwakhe, ukuba angabi namfesane kunyana wesizalo sakhe? Nokuba bathe balibala, andiyi kukulibala mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula ke esithi: “Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe, ade angavakalelwa ngowakhe umntwana? Noba ke yena angade amlibale, okokwam ke mna soze ndikufulathele,