Isaiah 49:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana bako baya kunxama; abo bakucitayo, nabo bakutshabalalisayo, baya kumka kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakho bayakhawuleza, bayeza; abagungxuli bakho nabachithi bakho bayaphuma kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakho baya kukhawuleza; iintshaba zakho nabakonakalisayo baya kuphuma kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayeza oonyana bakho; baza kuphinda bakuvuse; abakutshabalalisayo bayemka.