Isaiah 49:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana ububahlutiwe bobuya bati ezindlebeni zako: Indawo ixinene kum; ndikwelele ukuba ndihlale.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basaya kuthi ezindlebeni zakho oonyana bakho obubahluthiwe, Indawo ixinene kum, ndikhwelele, ndihlale;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuthi ezindlebeni zakho oonyana bakho, owakubazala, wakuba ubhujelwe, Le ndawo imxinwa; ndinike indawo yokuhlala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantwana obazalele ekuxhwalekeni ngeny' imini baya kuthi kuwe: ‘Lo mhlaba mncinane gqitha; sivulel' indawo, ukuze sime nathi!’